INtshumayeli 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ndaza mna, ndaguqukela kuyo yonke imisebenzi yam eyenziwe zizandla zam nokusebenza kwam nzima endikusebenze nzima ukuze ndikufeze,+ yaye, khangela! yonk’ into yayingamampunge nokusukelana nomoya,+ yaye kwakungekho ngenelo phantsi kwelanga.+ Isaya 55:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kutheni na naqhubeka nihlawula imali ngenxa yoko kungesosonka, kwaye yini na ukuba nibulaleke ngenxa yoko kungananelisiyo?+ Phulaphulani ngenyameko kum, nize nidle okulungileyo,+ yaye imiphefumlo yenu mayiyoliswe ngokugqibeleleyo kukutyeba.+ Mateyu 16:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Kuba koba nayiphi na ingenelo ngomntu ukuzuza ihlabathi liphela kodwa aphulukane nomphefumlo wakhe?+ okanye anganikela ngantoni na umntu esikhundleni+ somphefumlo wakhe? Yohane 6:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Sebenzelani, kungekhona ukutya okutshabalalayo,+ kodwa ukutya okuhlala kuse ebomini obungunaphakade,+ aya kuninika kona uNyana womntu; kuba uBawo, uThixo kanye, ubeke kuye lo itywina lakhe lenkoliseko.”+
11 Ndaza mna, ndaguqukela kuyo yonke imisebenzi yam eyenziwe zizandla zam nokusebenza kwam nzima endikusebenze nzima ukuze ndikufeze,+ yaye, khangela! yonk’ into yayingamampunge nokusukelana nomoya,+ yaye kwakungekho ngenelo phantsi kwelanga.+
2 Kutheni na naqhubeka nihlawula imali ngenxa yoko kungesosonka, kwaye yini na ukuba nibulaleke ngenxa yoko kungananelisiyo?+ Phulaphulani ngenyameko kum, nize nidle okulungileyo,+ yaye imiphefumlo yenu mayiyoliswe ngokugqibeleleyo kukutyeba.+
26 Kuba koba nayiphi na ingenelo ngomntu ukuzuza ihlabathi liphela kodwa aphulukane nomphefumlo wakhe?+ okanye anganikela ngantoni na umntu esikhundleni+ somphefumlo wakhe?
27 Sebenzelani, kungekhona ukutya okutshabalalayo,+ kodwa ukutya okuhlala kuse ebomini obungunaphakade,+ aya kuninika kona uNyana womntu; kuba uBawo, uThixo kanye, ubeke kuye lo itywina lakhe lenkoliseko.”+