IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 32:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Ngokuba ndiya kuvakalisa igama likaYehova.+

      Mnikeni ubukhulu uThixo wethu!+

  • 1 Kronike 29:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ngenxa yoko uDavide wambonga+ uYehova phambi kwamehlo alo lonke ibandla+ waza wathi uDavide: “Mawubongwe wena,+ Yehova THIXO kaSirayeli+ ubawo wethu, ukususela kwixesha elingenammiselo ukusa kwixesha elingenammiselo.

  • INdumiso 25:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ke kaloku, ngubani na umntu owoyika uYehova?+

      Womyalela indlela aya kuyinyula.+

  • Isaya 61:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Nakanjani na ndiya kugcoba ngoYehova.+ Umphefumlo wam uya kuvuya ngoThixo wam.+ Kuba undambese ngezambatho zosindiso;+ undisongele ngesambatho esingenamikhono sobulungisa,+ njengomyeni onesigqubuthelo sentloko njengombingeleli,+ nanjengomtshakazi ozivathisa ngezinto zakhe zokuhomba.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share