Duteronomi 32:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Nenjenje na ukumphatha uYehova,+Bantundini abaziziyatha nabangenabulumko?+Akanguye na uYihlo okuvelisileyo,+Okwenzileyo waza wakuzinzisa?+ Isaya 6:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Waza wahlabela mgama wathi: “Hamba, uze uthi kwesi sizwana, ‘Ukuva oku niya kuva, kodwa ningaqondi; ukubona oku niya kubona, kodwa ningabi nalwazi.’+ Yeremiya 5:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 “Ke kaloku, yivani oku, bantundini bangalumkanga, abangenantliziyo:+ Banamehlo, kodwa ababoni;+ baneendlebe, kodwa abeva.+
6 Nenjenje na ukumphatha uYehova,+Bantundini abaziziyatha nabangenabulumko?+Akanguye na uYihlo okuvelisileyo,+Okwenzileyo waza wakuzinzisa?+
9 Waza wahlabela mgama wathi: “Hamba, uze uthi kwesi sizwana, ‘Ukuva oku niya kuva, kodwa ningaqondi; ukubona oku niya kubona, kodwa ningabi nalwazi.’+
21 “Ke kaloku, yivani oku, bantundini bangalumkanga, abangenantliziyo:+ Banamehlo, kodwa ababoni;+ baneendlebe, kodwa abeva.+