Isaya 11:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwaye ngokuqinisekileyo uya kuziphakamisela umqondiso iintlanga aze ahlanganise abasasazekileyo bakwaSirayeli;+ nabachithachithekileyo bakwaYuda uya kubaqokelela ndawonye kwiziphelo ezine zomhlaba.+ Isaya 49:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Khangela! Ndiya kusiphakamisela ezintlangeni isandla sam,+ nakwizizwana ndiya kuphakamisa umqondiso.+ Kwaye ziya kubazisa esifubeni oonyana bakho, neentombi zakho ziya kuzithwala emagxeni.+ Isaya 62:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Phumani, phumani ngamasango. Hlahlani indlela yabantu.+ Fumbani, fumbani uhola wendlela. Susani amatye kuyo.+ Phakamiselani izizwana umqondiso.+
12 Kwaye ngokuqinisekileyo uya kuziphakamisela umqondiso iintlanga aze ahlanganise abasasazekileyo bakwaSirayeli;+ nabachithachithekileyo bakwaYuda uya kubaqokelela ndawonye kwiziphelo ezine zomhlaba.+
22 Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Khangela! Ndiya kusiphakamisela ezintlangeni isandla sam,+ nakwizizwana ndiya kuphakamisa umqondiso.+ Kwaye ziya kubazisa esifubeni oonyana bakho, neentombi zakho ziya kuzithwala emagxeni.+
10 Phumani, phumani ngamasango. Hlahlani indlela yabantu.+ Fumbani, fumbani uhola wendlela. Susani amatye kuyo.+ Phakamiselani izizwana umqondiso.+