Eksodus 15:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Baya kuwelwa kukothuka nakukunkwantya.+Ngenxa yobukhulu bengalo yakho baya kuthi cwaka njengelitye,Bade badlule abantu bakho,+ Yehova,Bade badlule+ abantu obavelisileyo.+ INdumiso 98:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 98 Mvumeleni ingoma entsha uYehova,+Kuba ziyamangalisa izinto azenzileyo.+Isandla sakhe sasekunene, yona kanye ingalo yakhe engcwele, imzuzele usindiso.+ Isaya 53:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 53 Ngubani na okholiweyo kwinto esiyivileyo?+ Yaye yona ke ingalo kaYehova,+ ityhileke kubani na?+ Luka 1:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 Wenze ngamandla ngengalo yakhe,+ ubachithachithe ngokubanzi abanekratshi kwiingcinga zeentliziyo zabo.+
16 Baya kuwelwa kukothuka nakukunkwantya.+Ngenxa yobukhulu bengalo yakho baya kuthi cwaka njengelitye,Bade badlule abantu bakho,+ Yehova,Bade badlule+ abantu obavelisileyo.+
98 Mvumeleni ingoma entsha uYehova,+Kuba ziyamangalisa izinto azenzileyo.+Isandla sakhe sasekunene, yona kanye ingalo yakhe engcwele, imzuzele usindiso.+
51 Wenze ngamandla ngengalo yakhe,+ ubachithachithe ngokubanzi abanekratshi kwiingcinga zeentliziyo zabo.+