2 Kumkani 18:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngonyaka weshumi elinesine kaKumkani uHezekiya, uSenaribhe+ ukumkani waseAsiriya+ wenyuka nxamnye nazo zonke izixeko ezinqatyisiweyo zakwaYuda waza wazithimba. 2 Kronike 28:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kuba uAhazi waphanga indlu kaYehova+ nendlu kakumkani+ neyeenkosana+ yaye ngaloo ndlela wenza izipho kukumkani waseAsiriya;+ kodwa oko akumncedanga nganto. Isaya 10:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 “Heke, umAsiriya yena+ uyintonga yomsindo wam,+ induku esesandleni sam yesiqalekiso!
13 Ngonyaka weshumi elinesine kaKumkani uHezekiya, uSenaribhe+ ukumkani waseAsiriya+ wenyuka nxamnye nazo zonke izixeko ezinqatyisiweyo zakwaYuda waza wazithimba.
21 Kuba uAhazi waphanga indlu kaYehova+ nendlu kakumkani+ neyeenkosana+ yaye ngaloo ndlela wenza izipho kukumkani waseAsiriya;+ kodwa oko akumncedanga nganto.