2 Kumkani 18:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngonyaka weshumi elinesine kaKumkani uHezekiya, uSenaribhe+ ukumkani waseAsiriya+ wenyuka nxamnye nazo zonke izixeko ezinqatyisiweyo zakwaYuda waza wazithimba. Isaya 36:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Ke kaloku kwathi ngonyaka weshumi elinesine kaKumkani uHezekiya uSenaribhe+ ukumkani waseAsiriya+ wenyuka nxamnye nazo zonke izixeko ezinqatyisiweyo zakwaYuda waza wazithimba.+
13 Ngonyaka weshumi elinesine kaKumkani uHezekiya, uSenaribhe+ ukumkani waseAsiriya+ wenyuka nxamnye nazo zonke izixeko ezinqatyisiweyo zakwaYuda waza wazithimba.
36 Ke kaloku kwathi ngonyaka weshumi elinesine kaKumkani uHezekiya uSenaribhe+ ukumkani waseAsiriya+ wenyuka nxamnye nazo zonke izixeko ezinqatyisiweyo zakwaYuda waza wazithimba.+