-
Isaya 9:17INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
17 Kungenxa yoko le nto uYehova engayi kuba nemihlali kwanangenxa yabafana babo,+ nakumakhwenkwe abo angenayise nakubahlolokazi babo akayi kuba nanceba; ngenxa yokuba bonke bangabawexuki+ nabenzi bobubi kwaye imilomo yonke ithetha oko kungenangqiqo. Ngenxa yako konke oku umsindo wakhe awubuyanga, kodwa isandla sakhe usasolulile.+
-