Isaya 25:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngokuqinisekileyo ngaloo mini kuya kuthiwa: “Khangela! Lo nguThixo wethu.+ Besithembele kuye,+ ibe uya kusisindisa.+ Lo nguYehova.+ Besithembele kuye. Masivuye sibe nemihlali ngosindiso lwakhe.”+ Hoseya 1:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kodwa indlu kaYuda ndiya kuyenzela inceba,+ yaye ndiya kuyisindisa ngoYehova uThixo wayo;+ kodwa andiyi kuyisindisa ngesaphetha okanye ngekrele okanye ngemfazwe, ngamahashe okanye ngabakhweli-mahashe.”+ Mateyu 1:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Uya kuzala unyana, uze umbize ngokuba nguYesu+ igama lakhe, kuba uya kusindisa+ abantu+ bakowabo ezonweni zabo.”+
9 Ngokuqinisekileyo ngaloo mini kuya kuthiwa: “Khangela! Lo nguThixo wethu.+ Besithembele kuye,+ ibe uya kusisindisa.+ Lo nguYehova.+ Besithembele kuye. Masivuye sibe nemihlali ngosindiso lwakhe.”+
7 Kodwa indlu kaYuda ndiya kuyenzela inceba,+ yaye ndiya kuyisindisa ngoYehova uThixo wayo;+ kodwa andiyi kuyisindisa ngesaphetha okanye ngekrele okanye ngemfazwe, ngamahashe okanye ngabakhweli-mahashe.”+
21 Uya kuzala unyana, uze umbize ngokuba nguYesu+ igama lakhe, kuba uya kusindisa+ abantu+ bakowabo ezonweni zabo.”+