Duteronomi 32:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngokuba ndiya kuvakalisa igama likaYehova.+Mnikeni ubukhulu uThixo wethu!+ Isaya 25:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Owu Yehova, unguThixo wam.+ Ndiyakuphakamisa,+ ndiyalibonga igama lakho,+ kuba wenze izinto ezimangalisayo,+ amacebo+ ukususela kumaxesha angaphambili, ukuthembeka,+ ukukholoseka.+ ISityhilelo 19:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Emva koko ndeva oko kwakungathi lilizwi elikhulu lesihlwele esikhulu ezulwini.+ Sathi: “Dumisani uYa!+ Usindiso+ nozuko namandla ngakaThixo wethu,+
25 Owu Yehova, unguThixo wam.+ Ndiyakuphakamisa,+ ndiyalibonga igama lakho,+ kuba wenze izinto ezimangalisayo,+ amacebo+ ukususela kumaxesha angaphambili, ukuthembeka,+ ukukholoseka.+
19 Emva koko ndeva oko kwakungathi lilizwi elikhulu lesihlwele esikhulu ezulwini.+ Sathi: “Dumisani uYa!+ Usindiso+ nozuko namandla ngakaThixo wethu,+