IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 29:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Kwaye ngaloo mini izithulu ngokuqinisekileyo ziya kuva amazwi encwadi le,+ yaye esithokothokweni nasebumnyameni kwanamehlo eemfama aya kubona.+

  • Yeremiya 6:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 “Ndiya kuthetha ndilumkise bani na, ukuze beve? Khangela! Indlebe yabo ayalukanga, kangangokuba abakwazi ukunikela ingqalelo.+ Khangela! Lona kanye ilizwi likaYehova lilungcikivo kubo,+ lizwi elo bangayoliswayo lilo.+

  • Marko 7:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Ngoko, avuleka amandla aso okuva,+ nokuqhobosheka kolwimi lwaso kwakhululeka, saza sathetha ngokuqhelekileyo.

  • Luka 7:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ngoko ke ekuphenduleni wathi kwabo babini: “Hambani+ niye kuxela kuYohane oko nikubonileyo nenikuvileyo: iimfama+ ziyabona, iziqhwala ziyahamba, abaneqhenqa bayahlanjululwa nezithulu ziyeva, abafileyo bayavuswa, amahlwempu axelelwa+ iindaba ezilungileyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share