-
Isaya 5:24INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
24 Ngoko ke kanye njengoko ulwimi lomlilo luzidla luzigqibe iindiza+ nengca eyomileyo ihla iye edangatyeni, yona kanye ingcambu yabo iya kuba njengevumba lokuvunda,+ nentyatyambo yabo iya kunyuka kanye njengomgubo, ngenxa yokuba bawugatyile umthetho kaYehova wemikhosi,+ abalihlonela ilizwi laLowo Ungcwele kaSirayeli.+
-