2 Kumkani 20:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 UIsaya wathi: “Nanku umqondiso+ wakho ovela kuYehova wokuba uYehova uya kulenza ilizwi alithethileyo: Ngaba isithunzi siya kuya ngaphambili izinyuko ezilishumi okanye siya kubuyela umva izinyuko ezilishumi?” 2 Kronike 32:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Kambe ke xa kwathunyelwa kuye+ abathetheli beenkosana zaseBhabhiloni+ ukuya kubuza ngomhlola+ owenzeka kwelo lizwe, uTHIXO oyinyaniso wamshiya+ ukuze amvavanye,+ akwazi konke okusentliziyweni yakhe.+ Isaya 38:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Yabona, ndisibuyisela emva isithunzi sezinyuko esehlayo ngezinyuko zika-Ahazi ngelanga+ izinyuko ezilishumi.”’”+ Yaye ilanga labuya umva izinyuko ezilishumi kwizinyuko elalizihlile.+ Isaya 38:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngelo xesha, uHezekiya wathi: “Uyintoni na umqondiso wokuba ndiya kunyuka ndiye endlwini kaYehova?”+
9 UIsaya wathi: “Nanku umqondiso+ wakho ovela kuYehova wokuba uYehova uya kulenza ilizwi alithethileyo: Ngaba isithunzi siya kuya ngaphambili izinyuko ezilishumi okanye siya kubuyela umva izinyuko ezilishumi?”
31 Kambe ke xa kwathunyelwa kuye+ abathetheli beenkosana zaseBhabhiloni+ ukuya kubuza ngomhlola+ owenzeka kwelo lizwe, uTHIXO oyinyaniso wamshiya+ ukuze amvavanye,+ akwazi konke okusentliziyweni yakhe.+
8 Yabona, ndisibuyisela emva isithunzi sezinyuko esehlayo ngezinyuko zika-Ahazi ngelanga+ izinyuko ezilishumi.”’”+ Yaye ilanga labuya umva izinyuko ezilishumi kwizinyuko elalizihlile.+
22 Ngelo xesha, uHezekiya wathi: “Uyintoni na umqondiso wokuba ndiya kunyuka ndiye endlwini kaYehova?”+