Isaya 12:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Khangela! UThixo lusindiso lwam.+ Ndiya kukholosa ndize ndingankwantyi;+ kuba uYa uYehova ungamandla am+ nokomelela kwam,+ kwaye uye waba lusindiso lwam.”+ Isaya 25:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngokuqinisekileyo ngaloo mini kuya kuthiwa: “Khangela! Lo nguThixo wethu.+ Besithembele kuye,+ ibe uya kusisindisa.+ Lo nguYehova.+ Besithembele kuye. Masivuye sibe nemihlali ngosindiso lwakhe.”+ Roma 8:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Sithini na, ke ngoko, kwezi zinto? Ukuba uThixo ungakuthi, ngubani na oya kuba nxamnye nathi?+
2 Khangela! UThixo lusindiso lwam.+ Ndiya kukholosa ndize ndingankwantyi;+ kuba uYa uYehova ungamandla am+ nokomelela kwam,+ kwaye uye waba lusindiso lwam.”+
9 Ngokuqinisekileyo ngaloo mini kuya kuthiwa: “Khangela! Lo nguThixo wethu.+ Besithembele kuye,+ ibe uya kusisindisa.+ Lo nguYehova.+ Besithembele kuye. Masivuye sibe nemihlali ngosindiso lwakhe.”+