IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 49:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Kodwa sona isaphetha sakhe sasihleli kwindawo esisigxina,+ yaye amandla ezandla zakhe ayebhetyebhetye.+ Ezandleni zaLowo Womeleza uYakobi,+ kulapho aphume khona uMalusi, iLitye likaSirayeli.+

  • Isaya 49:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Abayi kulamba,+ bengayi kunxanwa,+ nolophu okanye ilanga aliyi kubabetha.+ Kuba Lowo unosizi ngabo uya kubakhokela,+ kwaye uya kubakhaphela emithonjeni yamanzi.+

  • Hebhere 13:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ke kaloku ngamana uThixo woxolo,+ owamnyusayo kwabafileyo+ umalusi omkhulu+ wezimvu+ ngegazi lomnqophiso ongunaphakade,+ iNkosi yethu uYesu,

  • 1 Petros 2:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Kuba naninjengezimvu ezibhadulayo;+ kodwa ngoku nibuyele kumalusi+ nomveleli wemiphefumlo yenu.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share