INdumiso 94:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuba uYehova akayi kubashiya abantu bakhe,+Engayi kulishiya nelifa lakhe.+ Yeremiya 33:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 ngokunjalo ke bendiya kuyilahla imbewu kaYakobi nekaDavide umkhonzi wam,+ ngokokuze ndingathabathi embewini yakhe abalawuli bembewu ka-Abraham, uIsake noYakobi. Kuba ndiya kubahlanganisa abathinjwa+ babo ndize ndibe nosizi ngabo.’”+ Roma 11:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 UThixo akazange abagatye abantu bakhe, awabanika ingqalelo kwasekuqaleni.+ Kaloku, anikwazi na oko sikutshoyo iSibhalo ngoEliya, njengoko ebongoza uThixo ngokunxamnye noSirayeli?+ Roma 11:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 yaye ngolu hlobo wonke uSirayeli+ uya kusindiswa. Kunjengokuba kanye kubhaliwe kwathiwa: “Umhlanguli uya kuza ephuma eZiyon+ aze alukhwelelise uqheliselo olungelolwabuthixo kuYakobi.+
26 ngokunjalo ke bendiya kuyilahla imbewu kaYakobi nekaDavide umkhonzi wam,+ ngokokuze ndingathabathi embewini yakhe abalawuli bembewu ka-Abraham, uIsake noYakobi. Kuba ndiya kubahlanganisa abathinjwa+ babo ndize ndibe nosizi ngabo.’”+
2 UThixo akazange abagatye abantu bakhe, awabanika ingqalelo kwasekuqaleni.+ Kaloku, anikwazi na oko sikutshoyo iSibhalo ngoEliya, njengoko ebongoza uThixo ngokunxamnye noSirayeli?+
26 yaye ngolu hlobo wonke uSirayeli+ uya kusindiswa. Kunjengokuba kanye kubhaliwe kwathiwa: “Umhlanguli uya kuza ephuma eZiyon+ aze alukhwelelise uqheliselo olungelolwabuthixo kuYakobi.+