Duteronomi 33:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yena waba ngukumkani kaYeshurun,+Zakuba zihlanganisene iintloko zabantu,+Inani lezizwe zakwaSirayeli liphela.+ Isaya 49:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Yaye ndiya kubenza abo bakudlakazelisayo badle inyama yabo; baya kunxila ligazi labo ngokungathi yiwayini enencasa. Kwaye yonke inyama kuya kufuneka yazi ukuba mna, Yehova,+ ndinguMsindisi wakho+ noMhlawuleli wakho,+ Lowo unaMandla kaYakobi.”+ Isaya 60:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Okunene uya kwanya ubisi lweentlanga,+ yaye uya kwanya+ amabele ookumkani; kwaye ngokuqinisekileyo uya kwazi ukuba mna, Yehova,+ ndinguMsindisi wakho,+ naLowo+ unaMandla kaYakobi nguMhlawuleli wakho.+
5 Yena waba ngukumkani kaYeshurun,+Zakuba zihlanganisene iintloko zabantu,+Inani lezizwe zakwaSirayeli liphela.+
26 Yaye ndiya kubenza abo bakudlakazelisayo badle inyama yabo; baya kunxila ligazi labo ngokungathi yiwayini enencasa. Kwaye yonke inyama kuya kufuneka yazi ukuba mna, Yehova,+ ndinguMsindisi wakho+ noMhlawuleli wakho,+ Lowo unaMandla kaYakobi.”+
16 Okunene uya kwanya ubisi lweentlanga,+ yaye uya kwanya+ amabele ookumkani; kwaye ngokuqinisekileyo uya kwazi ukuba mna, Yehova,+ ndinguMsindisi wakho,+ naLowo+ unaMandla kaYakobi nguMhlawuleli wakho.+