IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 61:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 61 Umoya weNkosi enguMongami uYehova uphezu kwam,+ ngenxa yokuba uYehova undithambisele+ ukushumayela iindaba ezilungileyo kwabalulamileyo.+ Undithumele ukubopha abantliziyo zaphukileyo,+ ukubhengeza inkululeko kwabo bathinjweyo+ nokuvulwa kwamehlo amabanjwa;+

  • Mateyu 3:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Emva kokuba ebhaptiziwe uYesu ngoko nangoko wenyuka emanzini; yaye, khangela! amazulu avuleka,+ waza wabona umoya kaThixo usihla njengehobe+ phezu kwakhe.+

  • IZenzo 10:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 ongulo, uYesu owayevela eNazarete, indlela uThixo awamthambisa ngayo ngomoya oyingcwele+ namandla, yaye walityhutyha ilizwe esenza okulungileyo kwaye ephilisa bonke abo bacinezelwe nguMtyholi;+ ngenxa yokuba uThixo wayenaye.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share