IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 40:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Njengomalusi iya kuwalusa umhlambi wayo.+ Ngengalo yayo iya kuqokelela ndawonye amatakane;+ iya kuwathwala ngesifuba sayo.+ Ezo zanyisayo iya kuzikhaphela ngenyameko.+

  • Mateyu 11:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Yizani kum, nonke nina nibulalekayo nenisindwa ngumthwalo,+ yaye ndiza kunihlaziya.

  • Hebhere 2:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ngenxa yoko wayebophelelekile ukuba abe “njengabazalwana” bakhe kwiinkalo zonke,+ ukuze abe nokuba ngumbingeleli omkhulu onenceba nothembekileyo kwizinto eziphathelele uThixo,+ ukuze anikele umbingelelo wokucamagushela+ izono zabantu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share