31 Baya kungena kuwe, njengokungena kwabantu, baze bahlale phambi kwakho njengabantu bam;+ yaye ngokuqinisekileyo baya kuweva amazwi akho kodwa abayi kuwenza,+ kuba ngemilomo yabo bavakalisa iminqweno yenkanuko kwaye intliziyo yabo ilandela inzuzo yabo yokungekho sikweni.+