IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 60:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Okunene uya kwanya ubisi lweentlanga,+ yaye uya kwanya+ amabele ookumkani; kwaye ngokuqinisekileyo uya kwazi ukuba mna, Yehova,+ ndinguMsindisi wakho,+ naLowo+ unaMandla kaYakobi nguMhlawuleli wakho.+

  • Tito 2:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 angebi,+ kodwa abonise ukunyaniseka okulungileyo ngokupheleleyo,+ khon’ ukuze ayihombise imfundiso yoMsindisi wethu,+ uThixo, ezintweni zonke.

  • Tito 3:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Noko ke, xa ububele+ nothando uMsindisi wethu,+ uThixo, analo ngomntu, lwabonakaliswayo,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share