Isaya 44:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Musani ukunkwantya, yaye musani ukubamba ongezantsi.+ Andikhange na ukususela ngelo xesha ndinivise ndaza ndanixelela oko?+ Kwaye ningamangqina am.+ Ukho na omnye uThixo ngaphandle kwam?+ Hayi, akukho Liwa.+ Akukho ndiliqondayo mna.’”
8 Musani ukunkwantya, yaye musani ukubamba ongezantsi.+ Andikhange na ukususela ngelo xesha ndinivise ndaza ndanixelela oko?+ Kwaye ningamangqina am.+ Ukho na omnye uThixo ngaphandle kwam?+ Hayi, akukho Liwa.+ Akukho ndiliqondayo mna.’”