IMizekeliso 3:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Akuyi kufuneka woyike nantoni na enkwantyisayo yequbuliso,+ okanye isaqhwithi phezu kwabo bangendawo, ngenxa yokuba sisiza.+ Isaya 41:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Musa ukoyika, kuba ndinawe.+ Musa ukubhekabheka, kuba ndinguThixo wakho.+ Ndiza kukuqinisa.+ Ndiza kukunceda ngokwenene.+ Ndiza kukubamba nkqi ngokwenene ngesandla sam sasekunene+ sobulungisa.’+
25 Akuyi kufuneka woyike nantoni na enkwantyisayo yequbuliso,+ okanye isaqhwithi phezu kwabo bangendawo, ngenxa yokuba sisiza.+
10 Musa ukoyika, kuba ndinawe.+ Musa ukubhekabheka, kuba ndinguThixo wakho.+ Ndiza kukuqinisa.+ Ndiza kukunceda ngokwenene.+ Ndiza kukubamba nkqi ngokwenene ngesandla sam sasekunene+ sobulungisa.’+