IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 5:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ndiza kusitshabalalisa.+ Asiyi kuthenwa, singayi kuhlakulwa.+ Yaye simele simile ityholo elinameva nokhula;+ namafu ngokwawo ndiya kuwayalela ukuba anganisi mvula phezu kwaso.+

  • Isaya 32:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Emhlabeni wabantu bam kuphuma ameva,+ amakhakakhaka, kuba akuzo zonke izindlu zemigcobo, ewe, idolophu enochulumanco olukhulu.+

  • Yeremiya 4:26
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 26 Ndabona ibhoma liyintlango, izixeko zalo zichithiwe zonke.+ Oku kwakungenxa kaYehova, ngenxa yokuvutha komsindo wakhe.

  • Hebhere 6:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Kodwa ukuba uvelisa ameva nenkunzane, uyagatywa, uqalekiswe;+ uze uphelele ekutshisweni.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share