2 Kumkani 17:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngonyaka wesithoba kaHosheya, ukumkani waseAsiriya wayithimba iSamariya+ waza wakhokelela uSirayeli ekuthinjweni+ eAsiriya kwaye wabahlalisa apho eHala+ naseHabhore kuMlambo iGozan+ nakwizixeko zamaMedi.+ 2 Kumkani 17:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 de uYehova wamshenxisa uSirayeli phambi kwakhe,+ kanye njengoko wayethethile ngabo bonke abakhonzi bakhe abaprofeti.+ Ngoko uSirayeli wemka emhlabeni wakhe waya ekuthinjweni eAsiriya de kube namhla.+ 2 Kumkani 18:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 Baphi na oothixo baseHamati+ neArpadi?+ Baphi na oothixo baseSefarvayim,+ neHena+ neIva?+ Baye bayihlangula na iSamariya esandleni sam?+ Isaya 10:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 akuyi kuba kanye njengoko ndenzile na eSamariya nakoothixo bayo abangenaxabiso,+ endiya kuthi ndenjenjalo kwiYerusalem nakoothixo bayo?’+
6 Ngonyaka wesithoba kaHosheya, ukumkani waseAsiriya wayithimba iSamariya+ waza wakhokelela uSirayeli ekuthinjweni+ eAsiriya kwaye wabahlalisa apho eHala+ naseHabhore kuMlambo iGozan+ nakwizixeko zamaMedi.+
23 de uYehova wamshenxisa uSirayeli phambi kwakhe,+ kanye njengoko wayethethile ngabo bonke abakhonzi bakhe abaprofeti.+ Ngoko uSirayeli wemka emhlabeni wakhe waya ekuthinjweni eAsiriya de kube namhla.+
34 Baphi na oothixo baseHamati+ neArpadi?+ Baphi na oothixo baseSefarvayim,+ neHena+ neIva?+ Baye bayihlangula na iSamariya esandleni sam?+
11 akuyi kuba kanye njengoko ndenzile na eSamariya nakoothixo bayo abangenaxabiso,+ endiya kuthi ndenjenjalo kwiYerusalem nakoothixo bayo?’+