32 “Ke kaloku, nceda, ubuzise ukuba ngemihla yamandulo+ eyayikho ngaphambi kwakho, kuthabathela kumhla uThixo awadala ngawo umntu emhlabeni,+ ukususela esiphelweni samazulu kuse esiphelweni samazulu, Yakha yakho na into enjengale ukuba nkulu okanye yakha yaviwa na into enjengayo?+