IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Estere 8:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Yaye kuwo onke amaphondo ahlukahlukeneyo nakuzo zonke izixeko ezahlukahlukeneyo naphi na apho ilizwi likakumkani nomthetho wakhe wawufikelela khona yayiyimihlali nemigcobo kumaYuda, isidlo+ nomhla olungileyo; yaye abaninzi kwizizwana+ zelizwe babezivakalisa njengamaYuda,+ kuba babefikelwe kukunkwantya+ ngenxa yamaYuda.

  • Isaya 14:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Izizwana ziya kumgodusa uSirayeli, zimbuyisele emhlabeni awunikwe nguYehova njengelifa, zize zona zibe zizicaka nezicakakazi zakhe;+ yaye abo bamthimbileyo+ baya kujika babe ngabathinjwa bakhe, kwaye umele abe nobukhosi kwabo babemqweqwedisa emsebenzini.+

  • Isaya 60:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 “Oonyana babo bakuxhwalekisayo bamele baye kuwe, baqubude;+ nabo bonke abo bakuphatha ngokungenantlonelo bamele bagobe phantsi ezintendeni zeenyawo zakho,+ yaye kuya kufuneka bakubize ngokuba usisixeko sikaYehova, iZiyon+ yaLowo Ungcwele kaSirayeli.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share