-
INdumiso 115:5INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
5 Zinomlomo, kodwa azithethi;+
Zinamehlo, kodwa aziboni;+
-
INdumiso 135:16INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
16 Zinomlomo, kodwa azithethi;+
Zinamehlo, kodwa aziboni;+
-
Daniyeli 5:23INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
23 Usuke waziphakamisa+ nxamnye neNkosi yamazulu, wathi makulandwe kwanezitya zendlu yayo;+ nasela ngazo iwayini, wena, nezihandiba zakho, namashweshwe akho, nabafazi bakho baseqadini, kwaye udumise oothixo besilivere nabegolide, nabobhedu, nabentsimbi, nabomthi, nabamatye,+ abangaboniyo, nabangevayo, nabangazi nento le;+ kodwa akumzukisanga+ uTHIXO esesandleni sakhe impefumlo yakho+ nalowo zixhomekeke kuye zonke iindlela zakho.+
-
-
-
-
-