IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Hezekile 21:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Kuba ukumkani waseBhabhiloni wema ngxi ekwahlukaneni kweendlela, emantloko eendlela zombini, ukuze abhenele ekuvumiseni.+ Uhlukuhle iintolo. Ubuze ngemilonde-khaya;+ ukhangele esibindini.

  • Daniyeli 2:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ngoko ukumkani wathi makubizwe ababingeleli abaqhelisela imilingo+ nabanobugqi nabakhafuli namaKhaledi ukuze bamxelele amaphupha akhe.+ Bangena ke bema phambi kokumkani.

  • Daniyeli 5:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ukumkani wadanduluka ngamandla wathi makuziswe abo banobugqi namaKhaledi nabavumisi ngeenkwenkwezi.+ Wathi ukumkani kwizilumko zaseBhabhiloni: “Umntu othe wanako ukuwufunda lo mbhalo, wayichaza nentsingiselo yawo, uya kwambeswa ngezimfusa,+ afakwe nentsimbi yomqala yegolide entanyeni yakhe, aze alawule njengowesithathu ebukumkanini.”+

  • ISityhilelo 18:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 yaye akukho kukhanya kwasibane kuya kuze kukhanye kwakhona kuwe, ibe akukho lizwi lamyeni nelamtshakazi liya kuze liviwe kwakhona kuwe;+ ngenxa yokuba abarhwebi+ bakho abahambahambayo babengabantu abakuluhlu oluphezulu+ emhlabeni, kuba ngoqheliselo lwakho lokusebenzelana nemimoya+ zonke iintlanga zalahlekiswa.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share