IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 11:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Wathi uYehova kuMoses: “Isandla sikaYehova sifutshane na?+ Ngoku uya kubona ukuba endikuthethileyo kuya kwenzeka okanye akunjalo kusini na.”+

  • Isaya 40:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Akwazi na okanye akuvanga na?+ UYehova, uMdali weziphelo zomhlaba, unguThixo ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Akadinwa okanye atyhafe.+ Akugocagocwa ukuqonda kwakhe.+

  • Isaya 59:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 59 Khangela! Isandla sikaYehova asisifutshane ukuba singasindisi,+ nendlebe yakhe ayinzima ukuba ingeva.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share