IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 18:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ikho na into emnqabeleyo uYehova?+ Ngexesha elimisiweyo ndiya kubuyela kuwe, kunyaka ozayo ngeli xesha, yaye uSara uya kuba nonyana.”

  • Numeri 11:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Wathi uYehova kuMoses: “Isandla sikaYehova sifutshane na?+ Ngoku uya kubona ukuba endikuthethileyo kuya kwenzeka okanye akunjalo kusini na.”+

  • Isaya 50:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Yini na ukuba ndifike, kungekho bani?+ Ndibize, kungabikho uphendulayo?+ Sifutshane kakhulu na isandla sam ukuba singakhulula,+ okanye akukho mandla okuhlangula na kum? Khangela! Ndomisa ulwandle+ ngokhalimelo lwam;+ ndenza imilambo ibe yintlango.+ Iintlanzi zalo ziyanuka ngenxa yokungabikho kwamanzi, yaye ziyafa lunxano.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share