Eksodus 14:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Bona oonyana bakaSirayeli, bahamba emhlabeni owomileyo phakathi kwintsele yolwandle,+ asuka amanzi aba ludonga ngasekunene kwabo nangasekhohlo kwabo.+ INdumiso 114:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ulwandle lwabona lwaza lwasaba;+Yona ke iYordan, yabuya umva.+ Isaya 51:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Asinguwe na owomisa ulwandle, amanzi enzulu enkulu?+ Lowo wenza iinzulu zolwandle zaba yindlela yokuba abo bahlawulelweyo baye ngaphesheya?+
29 Bona oonyana bakaSirayeli, bahamba emhlabeni owomileyo phakathi kwintsele yolwandle,+ asuka amanzi aba ludonga ngasekunene kwabo nangasekhohlo kwabo.+
10 Asinguwe na owomisa ulwandle, amanzi enzulu enkulu?+ Lowo wenza iinzulu zolwandle zaba yindlela yokuba abo bahlawulelweyo baye ngaphesheya?+