INdumiso 102:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ezo zinto ziya kutshabalala, kodwa wena uya kuqhubeka umile;+Zonke ziya kuguga kanye njengesambatho.+Uya kuzithabathel’ indawo kanye njengesinxibo, yaye ziya kuligqiba ithuba lazo.+ Isaya 34:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Uya kubola wonke umkhosi wezulu.+ Amazulu aya kusongwa+ njengomsongo wencwadi; nomkhosi wawo wonke uya kubuna, kanye njengokubuna kwamagqabi emdiliyeni nanjengokubuna kwekhiwane emkhiwaneni.+ Hebhere 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Wona ngokwawo aya kutshabalala, kodwa wena uya kuhlala uhleli; yaye kanye njengesambatho sangaphezulu+ onke aya kuba madala,
26 Ezo zinto ziya kutshabalala, kodwa wena uya kuqhubeka umile;+Zonke ziya kuguga kanye njengesambatho.+Uya kuzithabathel’ indawo kanye njengesinxibo, yaye ziya kuligqiba ithuba lazo.+
4 Uya kubola wonke umkhosi wezulu.+ Amazulu aya kusongwa+ njengomsongo wencwadi; nomkhosi wawo wonke uya kubuna, kanye njengokubuna kwamagqabi emdiliyeni nanjengokubuna kwekhiwane emkhiwaneni.+
11 Wona ngokwawo aya kutshabalala, kodwa wena uya kuhlala uhleli; yaye kanye njengesambatho sangaphezulu+ onke aya kuba madala,