IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Nehemiya 13:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ngaloo mihla ndabona kwaYuda abantu bexovula izixovulelo zewayini ngesabatha+ yaye besizisa amazala, bewakhwelisa+ kumaesile,+ newayini, neediliya namakhiwane+ nalo lonke uhlobo lomthwalo, beyizisa eYerusalem ngomhla wesabatha;+ ndaza ndanikela ubungqina ngabo ngemini yokuthengisa kwabo izixhaso.

  • Isaya 56:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Unoyolo umntu ofayo okwenzayo oku,+ nonyana womntu obambelela kuko,+ ogcina isabatha ukuze angayihlambeli,+ nosigcinayo isandla sakhe ukuze angenzi naluphi na uhlobo lobubi.+

  • Yeremiya 17:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Utsho uYehova ukuthi: “Lumkani ngenxa yemiphefumlo yenu,+ ningathwali nawuphi na umthwalo ngomhla wesabatha ukuze niwungenise ngamasango aseYerusalem.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share