IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 20:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kodwa wona umhla wesixhenxe uyisabatha kuYehova uThixo wakho.+ Uze ungenzi nawuphi na umsebenzi ngawo, wena nonyana wakho nentombi yakho nekhoboka lakho nekhobokazana lakho nesilwanyana sakho sasekhaya nomphambukeli osemasangweni akho.+

  • Eksodus 34:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 “Wosebenza imihla emithandathu, kodwa ngomhla wesixhenxe uze ugcine isabatha.+ Ngexesha lokulima nelokuvuna uze ugcine isabatha.+

  • Eksodus 35:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Nosebenza imihla emithandathu,+ kodwa wona umhla wesixhenxe woba yingcwele kuni, isabatha yophumlo olupheleleyo kuYehova. Nabani na owenza umsebenzi ngayo wobulawa.+

  • Isaya 58:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “Ukuba ngenxa yesabatha uya kulubuyisa unyawo lwakho ngokubhekisele ekwenzeni oko kuyolisa wena ngomhla wam ongcwele,+ yaye okunene uya kuyibiza isabatha ngokuba luyolo olugqibeleleyo, umhla ongcwele kaYehova, ozukiswayo,+ kwaye okunene uya kuyizukisa kunokuba wenze ezakho iindlela, kunokuba ufumane okuyolisa wena uze uthethe ilizwi;

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share