Isaya 49:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Khangela! Ndiya kusiphakamisela ezintlangeni isandla sam,+ nakwizizwana ndiya kuphakamisa umqondiso.+ Kwaye ziya kubazisa esifubeni oonyana bakho, neentombi zakho ziya kuzithwala emagxeni.+ Isaya 60:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 “Phakamisa amehlo akho macala onke uze ubone! Bonke baqokelelene ndawonye;+ beze kuwe.+ Oonyana bakho beza bevela kude, neentombi zakho eziza kunyanyekelwa ephangweni.+ Mateyu 15:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Ekuphenduleni wathi: “Andithunyelwanga nakubaphi na ngaphandle kwezimvu ezilahlekileyo zendlu kaSirayeli.”+
22 Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Khangela! Ndiya kusiphakamisela ezintlangeni isandla sam,+ nakwizizwana ndiya kuphakamisa umqondiso.+ Kwaye ziya kubazisa esifubeni oonyana bakho, neentombi zakho ziya kuzithwala emagxeni.+
4 “Phakamisa amehlo akho macala onke uze ubone! Bonke baqokelelene ndawonye;+ beze kuwe.+ Oonyana bakho beza bevela kude, neentombi zakho eziza kunyanyekelwa ephangweni.+
24 Ekuphenduleni wathi: “Andithunyelwanga nakubaphi na ngaphandle kwezimvu ezilahlekileyo zendlu kaSirayeli.”+