IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 16:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ngoko bamngcwabela kwindawo ezukileyo yokungcwaba+ awazimbela yona kwisiXeko sikaDavide;+ yaye bambeka emandlalweni owawuzaliswe yioli yebhalsam+ neentlobo ezahlukeneyo zezithambiso+ ezixutywe ngezithambiso zohlobo olukhethekileyo.+ Ngapha koko, babasa umlilo omkhulu ngokungaqhelekanga womngcwabo+ ngenxa yakhe.

  • Isaya 14:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Bonke abanye ookumkani beentlanga, ewe, bonke, balele eluzukweni, ngamnye endlwini yakhe.+

  • Hezekile 32:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Phakathi kwababuleweyo bambekele umandlalo+ phakathi kwesihlwele sakhe sonke. Ijikelezwe ziindawo zakhe zokungcwaba. Bonke ngabangalukanga, bebulewe likrele,+ ngenxa yokuba babangela unkwantyo kwilizwe labo baphilayo; yaye baya kukuthwala ukuthotywa kwabo kunye nabo behla baye emhadini. Ubekwe phakathi kwababuleweyo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share