Yeremiya 13:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 izenzo zakho zokukrexeza+ nokukhala kwakho,+ ihambo yakho evakalala yobunongogo. Ezindulini, endle, ndizibonile izinto zakho ezilizothe.+ Yeha ke wena, Yerusalem! Akunakuhlambuluka+—emva kwethuba elingakanani na?”+ Hoseya 4:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Andiyi kuziphendulisa iintombi zenu ngenxa yokuba zihenyuza, noomolokazana benu ngenxa yokuba bekrexeza. Ngokuba nawo amadoda, athi gu bucala namahenyukazi,+ aze abingelele kunye noonongogo basetempileni;+ yaye isizwana esingaqondiyo+ siya kunyathelelwa phantsi.
27 izenzo zakho zokukrexeza+ nokukhala kwakho,+ ihambo yakho evakalala yobunongogo. Ezindulini, endle, ndizibonile izinto zakho ezilizothe.+ Yeha ke wena, Yerusalem! Akunakuhlambuluka+—emva kwethuba elingakanani na?”+
14 “Andiyi kuziphendulisa iintombi zenu ngenxa yokuba zihenyuza, noomolokazana benu ngenxa yokuba bekrexeza. Ngokuba nawo amadoda, athi gu bucala namahenyukazi,+ aze abingelele kunye noonongogo basetempileni;+ yaye isizwana esingaqondiyo+ siya kunyathelelwa phantsi.