Yeremiya 2:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “‘Kuba kwakudala ndayaphula idyokhwe yakho;+ ndaziqhawula izibopho zakho. Kodwa wathi: “Andizi kukhonza,” kuba walala wanaba+ phezu kweenduli zonke eziphakamileyo naphantsi kwemithi yonke enabileyo,+ uzenza unongogo.+ Yeremiya 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Phakamisela amehlo akho kumendo ohanjwe kakhulu uze ubone.+ Kuphi na apho ungadlwengulwanga khona?+ Ubahlalele ecaleni kweendlela, njengomArabhiya entlango;+ yaye ungcolisa ilizwe ngezenzo zakho zobunongogo nangobubi bakho.+ Hezekile 16:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “‘Kodwa wakholosa ngobuhle bakho+ waza waba ngunongogo ngenxa yegama lakho+ nezenzo zakho zobunongogo waziphalazela kuye wonke odlulayo;+ kwaba kokwakhe.
20 “‘Kuba kwakudala ndayaphula idyokhwe yakho;+ ndaziqhawula izibopho zakho. Kodwa wathi: “Andizi kukhonza,” kuba walala wanaba+ phezu kweenduli zonke eziphakamileyo naphantsi kwemithi yonke enabileyo,+ uzenza unongogo.+
2 “Phakamisela amehlo akho kumendo ohanjwe kakhulu uze ubone.+ Kuphi na apho ungadlwengulwanga khona?+ Ubahlalele ecaleni kweendlela, njengomArabhiya entlango;+ yaye ungcolisa ilizwe ngezenzo zakho zobunongogo nangobubi bakho.+
15 “‘Kodwa wakholosa ngobuhle bakho+ waza waba ngunongogo ngenxa yegama lakho+ nezenzo zakho zobunongogo waziphalazela kuye wonke odlulayo;+ kwaba kokwakhe.