Isaya 44:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Abazi,+ bengaqondi,+ ngenxa yokuba amehlo abo avingciwe khon’ ukuze bangaboni,+ nentliziyo yabo khon’ ukuze bangabi nangqiqo.+ Yeremiya 4:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kuba abantu bam bazizidenge.+ Mna abandiqondanga.+ Bangoonyana abangalumkanga; yaye abanako ukuqonda.+ Bazizilumko zokwenza okubi, kodwa ukwenza okulungileyo kona okunene abakwazi.+ Daniyeli 12:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Abaninzi baya kuzihlambulula,+ bazenze mhlophe,+ baze basulungekiswe.+ Ke bona abangendawo ngokuqinisekileyo baya kwenza ngokungendawo,+ bangaqondi konke konke;+ kodwa bona abanengqiqo baya kuqonda.+ Hoseya 14:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngubani na onobulumko, ukuze aziqonde ezi zinto?+ Ngubani na ingqondi, enokuzazi?+ Kuba iindlela zikaYehova zithe tye,+ yaye amalungisa aya kuhamba ngazo;+ kodwa abanxaxhayo baya kukhubeka kuzo.+ Roma 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 akukho namnye uqondayo, akukho namnye ofuna uThixo.+ Efese 4:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 ngoxa zisebumnyameni ngengqondo,+ yaye zahlukanisiwe+ nobomi bukaThixo, ngenxa yokungazi okukuzo,+ ngenxa yokuqaqadeka+ kweentliziyo zazo.
18 Abazi,+ bengaqondi,+ ngenxa yokuba amehlo abo avingciwe khon’ ukuze bangaboni,+ nentliziyo yabo khon’ ukuze bangabi nangqiqo.+
22 Kuba abantu bam bazizidenge.+ Mna abandiqondanga.+ Bangoonyana abangalumkanga; yaye abanako ukuqonda.+ Bazizilumko zokwenza okubi, kodwa ukwenza okulungileyo kona okunene abakwazi.+
10 Abaninzi baya kuzihlambulula,+ bazenze mhlophe,+ baze basulungekiswe.+ Ke bona abangendawo ngokuqinisekileyo baya kwenza ngokungendawo,+ bangaqondi konke konke;+ kodwa bona abanengqiqo baya kuqonda.+
9 Ngubani na onobulumko, ukuze aziqonde ezi zinto?+ Ngubani na ingqondi, enokuzazi?+ Kuba iindlela zikaYehova zithe tye,+ yaye amalungisa aya kuhamba ngazo;+ kodwa abanxaxhayo baya kukhubeka kuzo.+
18 ngoxa zisebumnyameni ngengqondo,+ yaye zahlukanisiwe+ nobomi bukaThixo, ngenxa yokungazi okukuzo,+ ngenxa yokuqaqadeka+ kweentliziyo zazo.