7 Ndakunikela ingqalelo oku ngentliziyo yam, yaye ndazihlaba amadlala+ izidwangube namasekela-baphathi, ndaza ndahlabela mgama ndathi kuzo: “Nibiza inzuzo enkulu,+ ngamnye kumzalwana wakhe.”
Ngaphezu koko, ndalungiselela indibano enkulu ngenxa yabo.+