Isaya 49:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Utsho uYehova ukuthi: “Ngexesha lenkoliseko ndikuphendule,+ nangemini yosindiso ndikuncedile;+ yaye ndakulondoloza ukuze ndikunikele ube ngumnqophiso wabantu,+ ukuba kuhlaziywe ilizwe,+ balifumane kwakhona ilifa eliphanzileyo,+ Yeremiya 31:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 “Kuba nguwo lo umnqophiso+ endiya kuwenza nendlu kaSirayeli emva kwaloo mihla,”+ utsho uYehova. “Ndiza kuwufaka umthetho wam ngaphakathi kubo,+ ndize ndiwubhale entliziyweni yabo.+ Kwaye ndiza kuba nguThixo wabo, bona babe ngabantu bam.”+ Roma 11:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Yaye lo ngumnqophiso wam kunye nabo,+ xa ndizisusa izono zabo.”+ Hebhere 8:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kodwa ngoku uYesu uzuze inkonzo kawonke-wonke ebalasele ngakumbi, ukuze ngokukwanjalo abe kwangumlamli+ womnqophiso olunge ngakumbi,+ omiselwe ngokusemthethweni kwizithembiso ezilunge ngakumbi.+
8 Utsho uYehova ukuthi: “Ngexesha lenkoliseko ndikuphendule,+ nangemini yosindiso ndikuncedile;+ yaye ndakulondoloza ukuze ndikunikele ube ngumnqophiso wabantu,+ ukuba kuhlaziywe ilizwe,+ balifumane kwakhona ilifa eliphanzileyo,+
33 “Kuba nguwo lo umnqophiso+ endiya kuwenza nendlu kaSirayeli emva kwaloo mihla,”+ utsho uYehova. “Ndiza kuwufaka umthetho wam ngaphakathi kubo,+ ndize ndiwubhale entliziyweni yabo.+ Kwaye ndiza kuba nguThixo wabo, bona babe ngabantu bam.”+
6 Kodwa ngoku uYesu uzuze inkonzo kawonke-wonke ebalasele ngakumbi, ukuze ngokukwanjalo abe kwangumlamli+ womnqophiso olunge ngakumbi,+ omiselwe ngokusemthethweni kwizithembiso ezilunge ngakumbi.+