Isaya 2:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuya kuthi ke ekupheleni kwemihla+ intaba yendlu+ kaYehova imiselwe ngokuqinileyo encotsheni yeentaba,+ ize ngokuqinisekileyo ivelele ngaphezu kweenduli;+ kwaye ziya kuba ngumsinga ukuya kuyo zonke iintlanga.+ Zekariya 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “Iintlanga ezininzi ngokuqinisekileyo ziya kuzihlanganisa noYehova ngaloo mini,+ yaye okunene ziya kuba ngabantu bam;+ nam ndiza kuhlala phakathi kwakho.” Kuya kufuneka ke wazi ukuba uYehova wemikosi undithumile kuwe.+
2 Kuya kuthi ke ekupheleni kwemihla+ intaba yendlu+ kaYehova imiselwe ngokuqinileyo encotsheni yeentaba,+ ize ngokuqinisekileyo ivelele ngaphezu kweenduli;+ kwaye ziya kuba ngumsinga ukuya kuyo zonke iintlanga.+
11 “Iintlanga ezininzi ngokuqinisekileyo ziya kuzihlanganisa noYehova ngaloo mini,+ yaye okunene ziya kuba ngabantu bam;+ nam ndiza kuhlala phakathi kwakho.” Kuya kufuneka ke wazi ukuba uYehova wemikosi undithumile kuwe.+