INdumiso 91:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngeentsiba zakhe uya kuthintela kungasondeli nto kuwe,+Wena uya kusabela phantsi kwamaphiko akhe.+Inyaniso yakhe+ iya kuba likhaka elikhulu+ nesikhuselo. Yeremiya 23:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ndiza kuvelisa phezu kwazo abalusi abaya kuzalusa;+ yaye aziyi koyika kwakhona, zingayi kungenwa lulo naluphi na unkwantyo,+ kungekho nanye eya kulahleka,” utsho uYehova. Zefaniya 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngokubhekisele kwabo ke baseleyo bakwaSirayeli,+ abayi kwenza ntswela-bulungisa,+ bengayi kuthetha buxoki,+ kungayi kufunwa lulwimi lwenkohliso emilonyeni yabo;+ kuba baya kudla baze okunene babuthe,+ kwaye akuyi kubakho bani ubangcangcazelisayo.”+
4 Ngeentsiba zakhe uya kuthintela kungasondeli nto kuwe,+Wena uya kusabela phantsi kwamaphiko akhe.+Inyaniso yakhe+ iya kuba likhaka elikhulu+ nesikhuselo.
4 Ndiza kuvelisa phezu kwazo abalusi abaya kuzalusa;+ yaye aziyi koyika kwakhona, zingayi kungenwa lulo naluphi na unkwantyo,+ kungekho nanye eya kulahleka,” utsho uYehova.
13 Ngokubhekisele kwabo ke baseleyo bakwaSirayeli,+ abayi kwenza ntswela-bulungisa,+ bengayi kuthetha buxoki,+ kungayi kufunwa lulwimi lwenkohliso emilonyeni yabo;+ kuba baya kudla baze okunene babuthe,+ kwaye akuyi kubakho bani ubangcangcazelisayo.”+