IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 34:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Wathi yena: “Yabona, ndenza umnqophiso: Ndiya kwenza izinto ezimangalisayo phambi kwabantu bonke bakowenu, ezingazange zidalwe emhlabeni wonke, nasezintlangeni zonke;+ bonke abantu ophakathi kwabo bowubona ngenene umsebenzi kaYehova, ngokuba yinto eyoyikekayo endiya kuyenza kuwe.+

  • INdumiso 66:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  3 Yithini kuThixo: “Hayi indlela eyoyikeka ngayo imisebenzi yakho!+

      Ngenxa yobuninzi bamandla akho iintshaba zakho ziya kuza kuwe zikhokhoba.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share