Eksodus 33:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuya kwaziwa njani na, kaloku, ukuba ndikholekile emehlweni akho, mna nabantu bakho? Akungokuthi na uhambe nathi,+ ndahluke mna nabantu bakho ebantwini bonke abaphezu komhlaba?”+ Duteronomi 10:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 UnguLowo ufanele umdumise,+ unguThixo wakho, okwenzele ezi zinto zinkulu nezoyikekayo azibonileyo amehlo akho.+ Isaya 64:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ekwenzeni kwakho izinto ezoyikekayo+ ebesingenathemba lazo, wehla. Ngenxa yakho neentaba zanyikima.+
16 Kuya kwaziwa njani na, kaloku, ukuba ndikholekile emehlweni akho, mna nabantu bakho? Akungokuthi na uhambe nathi,+ ndahluke mna nabantu bakho ebantwini bonke abaphezu komhlaba?”+
21 UnguLowo ufanele umdumise,+ unguThixo wakho, okwenzele ezi zinto zinkulu nezoyikekayo azibonileyo amehlo akho.+
3 Ekwenzeni kwakho izinto ezoyikekayo+ ebesingenathemba lazo, wehla. Ngenxa yakho neentaba zanyikima.+