Isaya 61:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Esikhundleni sehlazo lenu kuya kubakho inxalenye ephindiweyo,+ yaye esikhundleni sokuthotywa baya kumemelela ngovuyo ngenxa yesabelo sabo.+ Ngoko ke elizweni labo baya kudla ilifa lenxalenye ephindiweyo.+ Baya kuba nemihlali ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Isaya 66:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kwaye ngokuqinisekileyo niya kubona, nentliziyo yenu iya kugcoba,+ namathambo enu+ aya kuhluma njengengca ethambileyo.+ Yaye isandla sikaYehova ngokuqinisekileyo siya kwaziswa kubakhonzi bakhe,+ kodwa okunene uya kuziqalekisa iintshaba zakhe.”+
7 Esikhundleni sehlazo lenu kuya kubakho inxalenye ephindiweyo,+ yaye esikhundleni sokuthotywa baya kumemelela ngovuyo ngenxa yesabelo sabo.+ Ngoko ke elizweni labo baya kudla ilifa lenxalenye ephindiweyo.+ Baya kuba nemihlali ukusa kwixesha elingenammiselo.+
14 Kwaye ngokuqinisekileyo niya kubona, nentliziyo yenu iya kugcoba,+ namathambo enu+ aya kuhluma njengengca ethambileyo.+ Yaye isandla sikaYehova ngokuqinisekileyo siya kwaziswa kubakhonzi bakhe,+ kodwa okunene uya kuziqalekisa iintshaba zakhe.”+