Isaya 44:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Lowo uthi kuKoreshi,+ ‘Ngumalusi wam, yaye konke oko ndiyoliswa kuko uya kukuphumeza ngokupheleleyo’;+ athi ngeYerusalem, ‘Iya kubuya yakhiwe,’ nangetempile, ‘Siya kubekwa isiseko sakho.’”+ Isaya 65:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kodwa gcobani+ nize nivuye ngonaphakade koko ndikudalayo.+ Kuba yabona, ndidala iYerusalem ukuba ibe ngunobangela wovuyo nabantu bayo unobangela wokugcoba.+
28 Lowo uthi kuKoreshi,+ ‘Ngumalusi wam, yaye konke oko ndiyoliswa kuko uya kukuphumeza ngokupheleleyo’;+ athi ngeYerusalem, ‘Iya kubuya yakhiwe,’ nangetempile, ‘Siya kubekwa isiseko sakho.’”+
18 Kodwa gcobani+ nize nivuye ngonaphakade koko ndikudalayo.+ Kuba yabona, ndidala iYerusalem ukuba ibe ngunobangela wovuyo nabantu bayo unobangela wokugcoba.+