IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 36:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 “Utsho uKoreshi ukumkani wasePersi ukuthi,+ ‘Zonke izikumkani zomhlaba uYehova uTHIXO wamazulu uzinike mna,+ yaye undimisele ukuba ndimakhele indlu eYerusalem, ekwaYuda.+ Nabani na ophakathi kwenu ebantwini bakhe bonke,+ uYehova uThixo wakhe makabe naye.+ Ngoko makanyuke.’”+

  • Ezra 1:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Utsho uKoreshi ukumkani wasePersi ukuthi,+ ‘Zonke izikumkani zomhlaba uYehova uTHIXO wamazulu+ uzinike mna,+ yaye undimisele ukuba ndimakhele indlu eYerusalem,+ ekwaYuda.

  • Ezra 6:3
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 “Ngonyaka wokuqala kaKoreshi ukumkani,+ uKoreshi ukumkani wakhupha umyalelo ngokuphathelele indlu kaThixo eseYerusalem: Indlu mayakhiwe kwakhona njengendawo abaza kunikela kuyo imibingelelo,+ neziseko zayo mazizinziswe, ukuphakama kwayo kube ngamashumi amathandathu eekubhite, ububanzi bayo bube ngamashumi amathandathu eekubhite,+

  • Isaya 45:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 “Mna ndivuse uthile ngobulungisa,+ yaye zonke iindlela zakhe ndiya kuzityeneneza.+ Nguye oya kusakha isixeko sam,+ nabam abasekuthinjweni uya kubayeka bahambe,+ kungekhona ngexabiso+ nangokunyotywa,” utsho uYehova wemikhosi.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share