IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Ezra 1:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 1 Ngonyaka wokuqala kaKoreshi+ ukumkani wasePersi, ukuze ilizwi likaYehova ngomlomo kaYeremiya+ liphunyezwe, uYehova wavusa+ umoya kaKoreshi ukumkani wasePersi kangangokuba wabangela ukuba kudluliswe isimemezo+ kuwo wonke ummandla wakhe,+ wasibhala, esithi:

  • Isaya 41:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 “Ndivuse uthile kwelasemntla, yaye uyeza.+ Empumalanga+ uya kubiza egameni lam. Kwaye uya kufikela amasekela-baphathi ngokungathi babeludongwe+ nanjengombumbi onyathela into efumileyo.

  • Isaya 45:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 45 Utsho uYehova kothanjisiweyo wakhe,+ kuKoreshi, osandla sakhe sokunene ndisibambileyo,+ ukuze ndoyise iintlanga phambi kwakhe,+ khon’ ukuze ndikhulule kwanemibhinqo ezinqeni zookumkani; ukuze ndivule phambi kwakhe iingcango ezivulwa ngambini, khon’ ukuze namasango angavalwa, ukuthi:

  • Isaya 46:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Lowo ubiza intaka edla inyama empumalanga,+ nomntu wokuphumeza icebo lam kwilizwe elikude.+ Ndikuthethile oko; yaye ndiya kukuzisa.+ Ndikuyilile, yaye ndiya kukwenza.+

  • Daniyeli 10:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ngonyaka wesithathu kaKoreshi+ ukumkani wasePersi, uDaniyeli ogama linguBheleteshatsare;+ watyhilelwa udaba oluthile, oluyinyaniso, noluphathelele umkhosi omkhulu.+ Waluqonda olo daba, wawuqonda nombono lowo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share